Uphi uJamela? | Picture Books
Niki Daly
Tafelberg
Jamela doesn’t want to move to her new home.
UMama uneendaba ezimnandi – ufumene umsebenzi kunye nendlu entsha kufutshane nomsebenzi lowo! Kodwa uJamela akazithandanga ezindaba, wayethanda le indala, kwaye iyeyona wayiqhelile. Ngemini abafuduka ngayo sisiphithiphithi nje, kodwa ekugqibeleni yonke into ilayishiwe, kwaye nelori sele ikulungele ukutsala. Kodwa … uphi uJamela?